Ityala likaJub Jub lokudlwengula kunye nokuzama ukubulala lihlehliselwe u-2024
UMolemo “Jub Jub” Maarohanye uzakubuyela enkundleni ngetyala lakhe lokudlwengula nokuzama ukubulala ngo-2024. Le mvumi nomsasazi kamabonakude ijongene namatyala alishumi elinesithathu...