Kudlwengulwe umfundi webanga lesihlanu (5) eMpuma Koloni
Umphathiswa wesebe lezemfundo eMpuma Koloni, uFundile Gade, utyityimbise umnwe ngelithi kuzakubakho umxhelo xa kuthe kwafumaniseka ukuba kukho umntu ongahoyanga emva...
Umphathiswa wesebe lezemfundo eMpuma Koloni, uFundile Gade, utyityimbise umnwe ngelithi kuzakubakho umxhelo xa kuthe kwafumaniseka ukuba kukho umntu ongahoyanga emva...
Inqununu yesikolo eneminyaka engama-49 kunye nomnye umrhanelwa oneminyaka engama-42 ubudala babanjwe ngabaphandi bamaPolisa kunye neCandelo loKhuseleko lwabucala malunga netyala lokubulala...
Intloko yezemfundo eMpuma Koloni uGqirha Soyisile Nuku usweleke emva kokugula ithutyana, imithombo eliqela engaphakathi kweli sebe iqinisekise eluntwini ngorhatya lwangoLwesithathu....
Igosa lezendlela leSixeko saseKapa elineminyaka engama-47 ubudala libanjiwe ngezityholo zorhwaphilizo emva kokutyholwa ngokubhunyula imali kumntu elalimbambe eqhuba ephantsi kweempembelelo zotywala....
Inenekazi elinamashumi amane anesine (44) laseGqeberha libanjwe ngooKhetshe kwingingqi yaseGqeberha. OoKhetshe, abaphanda olu lwaphulo-mthetho besebenzisana nabecuphi be-'Crime Intelligence' baseBethersdorp kunye...
IRea Vaya ivakalise ukuba ibazisile abakhweli ukuba iibhasi zayo ziyasebenza. NgoLwesithathu, abasebenzi beebhasi zeRea Vaya bayekile ukusebenza ngenxa yokuxakwa yimeko...
Obesakuba ngumsasazi kuMhlobo Wenene FM uMthobeli August nowaziwa ngegama elithi “KCI” akasekho emhlabeni. Iingxelo ezikhutshwe lusapho zithi u-Augustus oneminyaka engamashumi...
Ngokwengxelo ye-IOL News, umrhanelwa ophambili kwityala lokubulala inkosikazi yakhe, umfundisi waseManzimtoti uLiezel de Jager, uzakuyichithela ikrisimesi ngaphaya kwezitshixo nanjengoko elindele...
UMolemo “Jub Jub” Maarohanye uzakubuyela enkundleni ngetyala lakhe lokudlwengula nokuzama ukubulala ngo-2024. Le mvumi nomsasazi kamabonakude ijongene namatyala alishumi elinesithathu...
Igqala leANC uMavuso Msimang uthumele isilumkiso kuNobhala Jikelele walo mbutho (SG) uFikile Mbalula emcela ukuba ayirhoxise intetho yakhe ayenze kule...