Umzimba katishala ufunyenwe kumlambo eLusikisiki unamanxeba okudutyulwa
Kuduke utitshala wesikolo saseMpuma Koloni ngoLwesihlanu; umzimba wakhe ufunyenwe ngakumlambo uMtsila eLusikisiki, unamanxeba amaninzi okudutyulwa. Umzimba kaYonela Mahlungulu ungowesithathu ukufunyanwa...